Utsho uNdikhoyo ukuthi: Niyabona, le ndawo ndiza kuyizisela isithwakumbe kunye nabantu bayo, ngokwamazwi onke abhaliweyo kule ncwadi ayifundileyo ukumkani wakwaJuda.