“Musani ukumphulaphula uHezekiya lo! Ukumkani waseAsiriya uthi: ‘Phumani, nize kuzinikezela kum, sivisisane. Ukuba niyayenza loo nto, nonke ngabanye niya konwaba, ibe ngulowo nalowo atye iziqhamo zesidiliya sakhe namakhiwane akhe, esela amanzi equla lakhe,