Ukumkani waseAsiriya wamfudusa uSirayeli, wamsa eAsiriya, abantu wabamisa eHala, naseGozan kumlambo iHabhore, nakwiidolophu zamaMedi.