Ke iingqwayi-ngqwayi zamaqela wazinika imikhonto namakhaka amakhulu namancinci, lawo awayengawokumkani uDavide, egcinwe endlwini kaThixo.