Emva koko ke usuke wahamba uNatan, wagoduka.*UNdikhoyo wamfaka isifo umntwana owamfumana ngomka-Uriya uDavide, wagula kakhulu.