Wala uSawule, esithi: “Andiyi kusa nto emlonyeni!”Kambe ke amcenga amaphakathi kunye naloo mfazi. Ngenene woyisakala, wavuka, wahlala ebhedini.