UDavide wabuza *kuNdikhoyo wathi: “Mandiwahlasele na amaFilistiya?”UNdikhoyo wathi: “Yiya kuwahlasela, ubahlangule abantu baseKehila.”