USamweli wathi: “Zisani uAgagi ukumkani wama-Amaleki apha kum.”Wasiwa uAgagi kuSamweli, ehamba eziva ekhululekile emoyeni, esithi: “Hayi noko, ixhala elikrakra lokufa ligqithile.”