Uthe uSawule kumkhosi wakhe uphela: “Kulungile ke, yimani kweliya cala nonke; mna noJonatan siza kuma kweli.”“Yenza ngokubona kwakho, mhlekazi,” yatsho impendulo.