Amanye amaHebhere awayengakwicala lamaFilistiya, awayefudula ehlala nawo ekampini yawo, ajika angenela ngakuSawule noJonatan.